Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tear in isiXhosa

: tear1tear2

tear1

iinyembezi

Ubizo-magama /teer/

isibizoPlural tears

  • 1

    iinyembezi
    He was crying, and tears ran down his face Wayekhala, iinyembezi ziqengqeleka ebusweni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tear in isiXhosa

: tear1tear2

tear2

-krazula

Ubizo-magama /tair/

isenzitore, tearing, torn

  • 1

    -krazula
    I tore the paper by mistake Ndilikrazule ngempazamo iphepha