Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tense in isiXhosa

: tense1tense2

tense1

-nexhala

Ubizo-magama /tenss/

isiphawulitenser, tensest

  • 1

    -nexhala
    -xhalabile(yo)
    -nxunguphele(yo)
    I'm tense before exams Ndinexhala phambi kweemviwo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tense in isiXhosa

: tense1tense2

tense2

ixesha

Ubizo-magama /tenss/

isibizoPlural tenses

inzululwazi geelwimi

  • 1

    ixesha
    the present tense ixesha langoku
    the past tense ixesha eladlulayo
    the future tense ixesha elizayo
    • a verb form that indicates when an action takes place
    • imo yesenzi ebonisa xa kusenzeka isenzeko