Inguqulelo ka territory in isiXhosa

territory

ilizwe

Ubizo-magama /te-ri-tree/

isibizoPlural territories

  • 1

    ilizwe
    umhlaba
    ummandla
    indawo
    They crossed the border into Namibian territory Bawela umda bangena kumhlaba waseNamibhiya
  • 2

    umhlaba
    ummandla
    umda
    The lion would not allow other animals into his territory Ingonyama ayingekhe izivumele ezinye izilwanyana zingene kumhlaba wayo