Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika that in isiXhosa

: that1that2that3

that1

Ubizo-magama /that/

isihlanganisi & isimelabizo

  • 1

    A fish is an animal that lives in water Intlanzi sisilwanyana esiphila emanzini
    The people that live here are friendly Abantu abahlala apha banobubele
    The apple that I bought is bad Iapile endilithengileyo libi
  • 2

    ukuba
    Tell Sarah that we are going Xelela uSarah ukuba siyahamba

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika that in isiXhosa

: that1that2that3

that2

Ubizo-magama /that/

iceba & isimelabizo

  • 1

    That book is yours, and this book is mine Loo ncwadi yeyakho, le yeyam
    Those books over there are yours, and these are mine Ezaa ncwadi zezakho, ezi zezam
    that person loo mntu
    that person over there laa mntu
  • 2

    What's that? Yintoni leyo?

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika that in isiXhosa

: that1that2that3

that3

ngolo hlobo

Ubizo-magama /that/

isihlomelo

  • 1

    ngolo hlobo
    kangako
    Is an elephant that big? Ngaba indlovu inkulu kangako?