Inguqulelo ka then in isiXhosa

then

-za

Ubizo-magama /then/

isihlomelo

  • 1

    -za
    emva koko
    I had breakfast and then I went to school Nditye ibhrakfesi ndaze ndaya esikolweni
  • 2

    ngelo xesha
    ngoko
    It was in 1970. They didn't have cellphones then Kwakungowe-1970. Babengenaziselfowuni ngelo xesha