Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika third in isiXhosa

: third1third2

third1

-esithathu

Ubizo-magama /thurd/

iceba & isihlomelo

  • 1

    -esithathu
    March is the third month UMatshi yinyanga yesithathu
    It's the third of April Ngumhla wesithathu kuEpreli
    I came third in the race Ndibe ngowesithathu elugqatsweni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika third in isiXhosa

: third1third2

third2

isahlulo sesithathu

Ubizo-magama /thurd/

isibizoPlural thirds

  • 1

    isahlulo sesithathu
    A third of our learners come by bus Isahlulo sesithathu sabafundi bethu sibuye ngebhasi

Usetyenziso

A 'third' is often written as '1/3', especially in maths.