Inguqulelo ka this in isiXhosa

this

Ubizo-magama /thiss/

iceba & isimelabizoPlural these

  • 1

    This shirt is mine, and that is yours Le hempe yeyam, leya yeyakho
    This school is good Esi sikolo silungile
    What's this? Yintoni le?
    This is mine Yeyam le

Usetyenziso

'This' is typically expressed in isiXhosa by a demonstrative from Position 1.