Inguqulelo ka though in isiXhosa

though

nangona

Ubizo-magama /thoh/

isihlanganisi

  • 1

    nangona
    nakuba
    nakubeni
    I eat spinach, though I don't like it Nditya isipinatshi nangona ndingasithandi
    Though I was tired, I went to the party Nangona ndandidiniwe, ndaya epatini