Inguqulelo ka three-dimensional in isiXhosa

three-dimensional

-macala-mathathu

(3-D)

Ubizo-magama /three-dy-men-shuh-nuhl/

isiphawuli

izibalo

  • 1

    -macala-mathathu
    A ball is three-dimensional but a circle is flat Ibhola imacala-mathathu kodwa isangqa sithe tyaba
    • that has three dimensions; length, width, and either height or depth
    • inemilinganiselo emithathu; ubude, ububanzi kunye nomphakamo okanye ubunzulu