Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tidy in isiXhosa

: tidy1tidy2

tidy1

-cocekile(yo)

Ubizo-magama /tide-ee/

isiphawulitidier, tidiest

  • 1

    -cocekile(yo)
    -qoqoshekile(yo)
    -cwangcisiwe(yo)
    Is the room tidy? Ngaba licocekile igumbi?
    → Synonym of neat

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tidy in isiXhosa

: tidy1tidy2

tidy2

-qoqosha

Ubizo-magama /tide-ee/

isenzitidied, tidying

  • 1

    -qoqosha
    -coca
    -cwangcisa
    Please tidy the classroom Ncedani nicoceigumbi lokufundela