Inguqulelo ka time in isiXhosa

time

ixesha

Ubizo-magama /time/

isibizoPlural times

  • 1

    ixesha
    Do you have time to talk? Unalo ixesha lokuthetha?
  • 2

    ixesha
    What is the time? Ngubani ixesha?
    The time is 12:30 Ixesha li-12:30
  • 3

    isihlandlo
    ityeli
    I rang the bell three times Ndiyibethe intsimbi izihlandlo ezithathu
  • 4

    isingqi
    Clap in time to the music Qhwaba izandla ngokwesingqi somculo