Inguqulelo ka to in isiXhosa

to

Ubizo-magama /too/

preposition

  • 1

    We are going to Bhisho Siya eBhisho
    He went to the doctor Waya kwagqirha
    We're going to a party Siya kwitheko
  • 2

    ku-
    Bring the baby to us Zisa usana kuthi
  • 3

    (referring to the time)
    phambi kwa-
    The time is ten to four Ixesha yimizuzu elishumi phambi kweyesine
  • 4

    ukuya kutsho + locative
    Lunch is from 12:30 to 13:30 Ilantshi iqala nge-12:30 ukuya kutsho kwi-13:30
  • 5

    ukuya
    ukuya kutsho
    from one end of the string to the other ukusuka kwelinye icala lomtya ukuya kwelinye
  • 6

    (in order to)
    ukuze
    khona ukuze
    Wash the apples to make sure they're clean Hlamba ama-apile ukuze uqiniseke ukuba acocekile
  • 7

    kuna-
    I prefer peaches to oranges Ndikhetha ipesika kuneeorenji
  • 8

    (infinitive)
    uku-
    I want to go Ndifuna ukuhamba