Inguqulelo ka today in isiXhosa

today

namhlanje

Ubizo-magama /tuu-day/

isihlomelo

  • 1

    namhlanje
    namhla
    Please come today Nceda uze namhlanje
  • 2

    kule mihla
    kweli xesha
    kula maxesha
    namhlanje
    Today, many people have cellphones Kule mihla abantu abaninzi baneeselula