Inguqulelo ka toss in isiXhosa

toss

-phosa

Ubizo-magama /toss/

isenzitossed, tossing

  • 1

    -phosa
    -jula
    Toss the ball over the fence Phosa ibhola ngaphaya kocingo
  • 2

    -phosa
    -latyuza
    The waves tossed the small boat about Amaza aliphosa ngapha nangapha iphenyana elincinane