Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika touch in isiXhosa

: touch1touch2

touch1

-chukumisa

Ubizo-magama /tutsh/

isenzitouched, touching

  • 1

    -chukumisa
    -phatha
    -krweca
    Don't touch the plate – it's hot! Musa ukuchukumisa ipleyiti – ishushu!
  • 2

    -dibana
    The two wires were touching Iingcingo ezimbini zazidibene

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika touch in isiXhosa

: touch1touch2

touch2

ukuchukumisa

Ubizo-magama /tutsh/

isibizoPlural touches

  • 1

    ukuchukumisa
    ukuphatha
    ukukrweca
    I felt her gentle touch Ndeva ukukrweca kwakhe ngobunene