Inguqulelo ka tour in isiXhosa

tour

ukhenketho

Ubizo-magama /toor/

isibizoPlural tours

  • 1

    ukhenketho
    The tourists went on a tour through Mpumalanga Abakhenkethi bathabatha ukhenketho olucanda iMpumalanga

isenzi

  • 1

    -khenketha
    The visitors are touring in Pondoland Abandwendweli bakhenketha eMaMpondweni