Inguqulelo ka trade union in isiXhosa

trade union

umbutho wabasebenzi

isibizoPlural trade unions

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    umbutho wabasebenzi
    iyuniyoni ngokungekho sikweni
    Workers often rely on trade unions to negotiate wage increases Abasebenzi bakholisa ukuxhomekeka kwimibutho yabasebenzi ekuxoxeni ngokunyuswa kwemivuzo
    • a group of workers organised to help and protect workers in their own trade
    • iqela labasebenzi eliqokeleleneyo ukunceda nokukhusela abasebenzi kumsebenzi wabo