Inguqulelo ka tragedy in isiXhosa

tragedy

intlekele

Ubizo-magama /traj-uh-dee/

isibizoPlural tragedies

  • 1

    intlekele
    The bus accident in which ten children died was a tragedy Ingozi yebhasi apho abantwana abalishumi babhubhayo yayiyintlekele
  • 2

    uncwadi
    intlekele
    Shakespeare's play Macbeth is tragedy Umdlalo kaShakespeare othi, Macbeth uyintlekele
    → Antonym of comedy