Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika trail in isiXhosa

: trail1trail2

trail1

indledlana

Ubizo-magama /trayl/

isibizoPlural trails

  • 1

    indledlana
    The trail up the mountain was stony and narrow Indlelana etyhutyhayo enyuka intaba yayinamatye kwaye imxinwa
  • 2

    umkhondo
    The dog followed the trail of a bushbuck Inja yalanda umkhondo wembabala

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika trail in isiXhosa

: trail1trail2

trail2

-rhuqa

Ubizo-magama /trayl/

isenzitrailed, trailing

  • 1

    -rhuqa
    His long scarf trails in the mud Isikhafu sakhe eside sirhuqa eludakeni
  • 2

    -juqa
    -ngcemba
    Jonas trailed behind the other runners UJonas wangcemba emva kwezinye iimbaleki