Inguqulelo ka trailer in isiXhosa

trailer

inqwelo erhuqwayo

Ubizo-magama /tray-luh/

isibizoPlural trailers

  • 1

    inqwelo erhuqwayo
    itreyila
    The car was pulling a trailer with luggage in it Imoto yayitsala itreyila enomthwalo ngaphakathi
  • 2

    isiqwenga sebhanyabhanya
    isicatshulwa
    We saw a trailer of the film that will be shown next month Sabona isicatshulwa sebhanyabhanya eza kuboniswa kule nyanga izayo