Inguqulelo ka trust in isiXhosa

trust

-themba

Ubizo-magama /trust/

isenzitrusted, trusting

  • 1

    -themba
    -kholosa
    I trust you Ndikuthembile
    Do you trust Thandi to look after the baby? Uyamthemba uThandi ukuba angalujonga usana?

isibizo

  • 1

    intembeko
    Our friendship is based on trust Ubuhlobo bethu busekelwe kwintembeko