Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika turn in isiXhosa

: turn1turn2

turn1

-jika

Ubizo-magama /turn/

isenziturned, turning

  • 1

    -jika
    -guquka
    -guqula
    Turn around and look behind you Jika ujonge emva kwakho
  • 2

    -jika
    -guquka
    She turned left at the gate Wajika ekhohlo egeyithini
  • 3

    -jikeleza
    The wheels of the car turned slowly Amavili emoto ajikeleza ngokucothayo
  • 4

    -jika
    Jake turned the key in the lock UJake wajika isitshixo eqhageni
  • 5

    -jika
    Tomatoes turn red when they ripen Iitumato zijika zibe bomvu xa zivuthwayo
  • 6

    -gqiba
    -fikelela
    -finca
    She turned fifteen in June Ugqibe iminyaka elishumi elinesihlanu ngoJuni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika turn in isiXhosa

: turn1turn2

turn2

igem

Ubizo-magama /turn/

isibizoPlural turns

  • 1

    igem
    ithuba
    Wait until it's your turn to speak Linda kude kube lithuba lakho lokuthetha
  • 2

    idolo
    Take the next turn to the right Jika ekunene kwidolo elilandelayo