Inguqulelo ka twist in isiXhosa

twist

-jija

Ubizo-magama /twist/

isenzitwisted, twisting

  • 1

    -jija
    -jijela
    -photha
    -bhijela
    Twist the wires together Jijela iingcingo kunye
  • 2

    -phinyela
    -bhijela
    The path twists and turns through the forest Indledlana iphinyela inqumle ehlathini
  • 3

    -jija
    Twist the lid off the bottle Jija isiciko uvule ibhotile