Inguqulelo ka under in isiXhosa

under

phantsi kwa-

Ubizo-magama /un-duh/

isihlomelo & preposition

  • 1

    phantsi kwa-
    The cat is under the table Ikati iphantsi kwetafile
  • 2

    -ngaphantsi kwa-
    -nganeno kwa-
    We don't take children under six years of age Asibathathi abantwana abangaphantsi kweminyaka emithandathu yobudala
    I can walk to town in under an hour Ndingaya edolophini ngexesha elinganeno kweyure