Inguqulelo ka understanding in isiXhosa

understanding

ulwazi

Ubizo-magama /un-duh-stand-ing/

isibizo

  • 1

    ulwazi
    ukuqonda
    ukwazi
    He has a clear understanding of electricity and how it works Unolwazi olupheleleyo ngombane nendlela osebenza ngayo

Inguqulelo ka understanding in isiXhosa

understanding

-qonda(yo)

Ubizo-magama /un-duh-stand-ing/

isiphawuli

  • 1

    -qonda(yo)
    She has understanding parents; they listen when she discusses a problem Unabazali abaqondayo; bayamamela xa exoxa ngengxaki