Inguqulelo ka unfair in isiXhosa

unfair

-ngalunganga

Ubizo-magama /un-fair/

isiphawulimore unfair, most unfair

  • 1

    -ngalunganga
    -nekhethe
    ngafanelekanga
    It is unfair to pay women less than men for the same work Akulunganga ukuhlawula abafazi ngaphantsi kunamadoda ngomsebenzi ofanayo