Inguqulelo ka unhealthy in isiXhosa

unhealthy

-ngenampilo

Ubizo-magama /un-helth-ee/

isiphawuli

  • 1

    -ngenampilo
    -ngabi nampilo
    Smoking makes people unhealthy Ukutshaya kubenza abantu bangabi nampilo
  • 2

    -ngenampilo
    Avoid unhealthy foods like chips and sweets Kuphephe ukutya okungenampilo okufana neetshipsi neelekese