Inguqulelo ka unit in isiXhosa

unit

iyunithi

Ubizo-magama /yoo-nit/

isibizoPlural units

  • 1

    izibalo
    iyunithi
    The metre is a unit of measurement used to measure length Imitha yiyunithi yomlinganiselo osetyenziswa ukulinganisa ubude
    • a standard amount used for measuring
    • umlinganiselo okumgangatho othile osetyenziselwa ukulinganisa
  • 2

    izibalo
    umvo
    The number 254 is made up of two hundreds, five tens, and four units Inani elingama-254 lenziwe ngamakhulu amabini, amashumi amahlanu nemivo emine
  • 3

    iyunithi
    The book has five units Incwadi inamacandelo amahlanu
    → Synonym of module, section