Inguqulelo ka untidy in isiXhosa

untidy

-mdaka

Ubizo-magama /un-ty-dee/

isiphawuliuntidier, untidiest

  • 1

    -mdaka
    -rhixilili
    -ngacocekanga
    -ngacwangciswanga
    -ngaqoqoshwanga
    His room is untidy Igumbi lakhe limdaka
    She has untidy hair Iinwele zakhe aziqoqoshwanga
    This is untidy handwriting Sirhixilili esi sandla