Inguqulelo ka upright in isiXhosa

upright

-ma nkqo

Ubizo-magama /up-rite/

isiphawuli & isihlomelomore upright, most upright

  • 1

    -ma nkqo
    -the nkqo
    Is our fence still upright? Ngaba ucingo lwethu luseme nkqo?
    Sit upright! Hlala nkqo!
  • 2

    -thembekile(yo)
    Jason is an upright person UJason ngumntu othembekileyo
    → Synonym of honest