Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika use in isiXhosa

: use1use2

use1

-sebenzisa

Ubizo-magama /yooz/

isenziused, using

  • 1

    -sebenzisa
    Use my money Sebenzisa imali yam
    What is this machine used for? Lo matshini usetyenziswa entwenini?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika use in isiXhosa

: use1use2

use2

ukusetyenziswa

Ubizo-magama /yooss/

isibizoPlural uses

  • 1

    ukusetyenziswa
    usetyenziso
    umsebenzi
    ukusebenzisa
    We must reduce the use of electricity Kufuneka sikunciphise ukusetyenziswa umbane