Inguqulelo ka utensil in isiXhosa

utensil

isixhobo sasekhitshini

Ubizo-magama /yoo-ten-sil/

isibizoPlural utensils

  • 1

    isixhobo sasekhitshini
    We sell kitchen utensils such as tin-openers, knives, pots, etc. Sithengisa izixhobo zasekhitshini ezinjengezixhobo zokuvula iitoti, iimela, iimbiza, njl