Inguqulelo ka uterus in isiXhosa

uterus

isibeleko

Ubizo-magama /yoo-tuh-ruhss/

isibizoPlural uteri, Plural uteruses

  • 1

    isibeleko
    isizalo
    The uterus is the part of a female mammal where a baby develops before it is born Isibeleko lilungu lomzimba wezidalwa ezanyisayo apho umntwana akhulela khona phambi kokuba azalwe
    → Synonym of womb