Inguqulelo ka variation in isiXhosa

variation

ukutshintsha

Ubizo-magama /vair-i-ay-shuhn/

isibizoPlural variations

  • 1

    ukutshintsha
    umahluko
    There is a lot of variation in the exam marks: some learners did well and others did badly Kukho umahluko omkhulu kumanqaku eemviwo: abanye abafundi benze kakuhle kanti abanye benze kakubi