Inguqulelo ka varied in isiXhosa

varied

-ahlukahlukene(yo)

Ubizo-magama /vair-eed/

isiphawulimore varied, most varied

  • 1

    -ahlukahlukene(yo)
    I have varied skills: I can cook, teach children, sew, etc. Ndinezakhono ezahlukahlukeneyo; ndiyakwazi ukupheka, ukufundisa abantwana, ukuthunga njl