Inguqulelo ka vein in isiXhosa

vein

iveyini

Ubizo-magama /vayn/

isibizoPlural veins

  • 1

    (in animals)
    iveyini
    umthambo
    unobuyisa
    Blood flows through your veins to your heart Igazi lihamba ngemithambo yakho ukuya entliziyweni
  • 2

    (in leaves)
    umthambo
    On the back of a leaf, you can see its veins clearly Kumva wegqabi uyakwazi ukubona imithambo yalo ngokucacileyo