Inguqulelo ka vertex in isiXhosa

vertex

ivetheksi

Ubizo-magama /vur-tekss/

isibizoPlural vertices, Plural vertexes

izibalo

  • 1

    (in a flat shape)
    ivetheksi
    incam
    • the point at which two lines that form an angle meet
    • incam apho imigca emibini eyenza iengile ihlangana khona
  • 2

    (in a solid object)
    incam
    ivetheksi
    • the point at which two or more edges meet
    • indawo apho kudibana khona iincam ezimbini nangaphezulu