Inguqulelo ka virus in isiXhosa

virus

intsholongwane encinane

Ubizo-magama /vy-ruhss/

isibizoPlural viruses

  • 1

    ibhayoloji
    intsholongwane encinane
    a flu virus intsholongwane encinane yefiva
    • a very small living thing that can cause diseases
    • into encinane ephilayo enokubangela izifo
  • 2

    ikhompyutha
    ivayirasi
    • a short computer program or code that destroys or damages data in a computer system
    • inkqubo emfutshane yekhompyutha okanye ikhowudi etshabalalisa okanye yonakalise idatha ekwikhompyutha