Inguqulelo ka visit in isiXhosa

visit

-hambela

Ubizo-magama /viz-it/

isenzivisited, visiting

  • 1

    -hambela
    -tyelela
    She usually visits her friends on Saturday Udla ngokuhambela abahlobo bakhe ngoMgqibelo
    Have you visited Robben Island yet? Sewukhe watyelela nje eRobben Island?

isibizo

  • 1

    utyelelo
    This is my second visit to Botswana Olu lutyelelo lwam lwesibini eBotswana