Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika want in isiXhosa

: want1want2

want1

-funa

Ubizo-magama /wont/

isenziwanted, wanting

  • 1

    -funa
    What do you want? Ufuna ntoni?
    I want a chocolate Ndifuna itshokholethi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika want in isiXhosa

: want1want2

want2

imfuno

Ubizo-magama /wont/

isibizoPlural wants

  • 1

    imfuno
    There is a difference between your wants and your needs Kukho umahluko phakathi kweemfuno neemfuneko

Usetyenziso

'Wants' are non-essential things that people like to have. 'Needs' are things that people must have in order to survive or to function properly.