Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika waste in isiXhosa

: waste1waste2

waste1

inkcitho

Ubizo-magama /wayst/

isibizo

  • 1

    inkcitho
    ukuchitha
    ukumosha ngokungekho sikweni
    This is a waste of time and money! Yinkcitha-xesha le ekwayinkcitha-mali!
  • 2

    inkunkuma
    A lot of waste such as tins and paper can be recycled Inkunkuma eninzi enjengeetoti namaphepha ingabuya isetyenziswe kwakhona
    → Synonym of rubbish

Usetyenziso

Don't confuse 'waist' with 'waist'.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika waste in isiXhosa

: waste1waste2

waste2

-chitha

Ubizo-magama /wayst/

isenziwasted, wasting

  • 1

    -chitha
    -dlala nga-
    -sebenzisa kakhulu
    -mosha ngokungekho sikweni
    If you waste time you'll be late Ukuba uchitha ixesha, uya kufika emva kwexesha
    Don't waste water! Musa ukudlala ngamanzi