Inguqulelo ka water in isiXhosa

water

amanzi

Ubizo-magama /waw-tuh/

isibizo

  • 1

    amanzi
    I want some water, please Ndifuna amanzi, khawundincede
    Which animals live in water? Zeziphi izilwanyana ezihlala emanzini?

Inguqulelo ka water in isiXhosa

water

-nkcenkceshela

Ubizo-magama /waw-tuh/

isenzi

  • 1

    -nkcenkceshela
    Have you watered the garden? Uyinkcenkceshele igadi?

Inguqulelo ka water in isiXhosa

water

-nkcenkceshela

Ubizo-magama /waw-tuh/

isenzi

  • 1

    -nkcenkceshela
    Have you watered the garden? Uyinkcenkceshele igadi?