Inguqulelo ka weak in isiXhosa

weak

-buthathaka

Ubizo-magama /week/

isiphawuliweaker, weakest

  • 1

    -buthathaka
    -ngenamandla
    He is too weak to lift the box Ubuthathaka kakhulu ukuba angayiphakamisa ibhokisi
    → Antonym of strong
  • 2

    -buthathaka
    He's a weak leader who agrees with everyone Uyinkokeli ebuthathaka evumelana nomntu nje wonke
  • 3

    -oyisakala
    -ngomelelanga
    -ngaqinanga
    The bridge was weak and collapsed Ibhulorho yoyisakala yaza yadilika
  • 4

    -oyisakala
    -buthathaka
    He is weak at maths Uyoyisakala kwizibalo
  • 5

    -manzi
    -yigxogxa
    Do you like weak tea or strong tea? Uyayithanda iti engamanzi?