Inguqulelo ka weight in isiXhosa

weight

ubunzima

Ubizo-magama /wayt/

isibizoPlural weights

  • 1

    ubunzima
    What is the weight of the parcel? Buthini ubunzima bepasile?
    → See mass
    The weight is two kilograms Ubunzima buziikhilogram ezimbini
  • 2

    intsimbi yobunzima
    He lifts weights at the gym Uphakamisa iintsimbi zobunzima ejimini