Inguqulelo ka welcome in isiXhosa

welcome

-amkelekile(yo)

Ubizo-magama /wel-kuhm/

isiphawulimore welcome, most welcome

  • 1

    -amkelekile(yo)
    You are all welcome Namkelekile nonke
    Welcome home! Wamkelekile ekhaya!

isibizo

  • 1

    ulwamkelo
    We received a warm welcome Safumana ulwamkelo olufudumeleyo

isenzi

  • 1

    -amkela
    He welcomed us Wasamkela