Inguqulelo ka when in isiXhosa

when

nini

Ubizo-magama /wen/

isihlomelo & isihlanganisi

  • 1

    nini
    When will you come? Uza kufika nini?
    I don't know when I'll come Andazi ukuba ndiza kufika nini
  • 2

    It was raining when I left Kwakusina ukuhamba kwam
  • 3

    xa
    The dog comes when I call her Inja iyeza xa ndiyibiza
    When I arrived, the children were asleep Xa ndandifika, abantwana babelele
  • 4

    -aku-
    I'll go when I have finished my work Ndiza kuhamba ndakugqiba umsebenzi wam