Inguqulelo ka where in isiXhosa

where

phi?

Ubizo-magama /wair/

isihlomelo & isihlanganisi

  • 1

    phi?
    Where are you? Uphi?
    Where did you put my keys? Uzibeke phi izitshixo zam?
  • 2

    apho
    I found my bicycle where I had left it Ndayifumana ibhayisekile yam apho ndandiyishiye khona