Inguqulelo ka which in isiXhosa

which

-phi?

Ubizo-magama /wich/

isimelabizo & iceba

  • 1

    -phi?
    Which horse is yours? Leliphi ihashe lelakho?
  • 2

    I want socks which cover my ankles Ndifuna iikawusi ezigquma amaqatha am
    → Synonym of that