Inguqulelo ka while in isiXhosa

while

ngeli xa

Ubizo-magama /wile/

isihlanganisi

  • 1

    ngeli xa
    ngeli xesha
    xa
    ngoku
    He listens to music while he works Umamela umculo ngeli xa asebenzayo
  • 2

    ekubeni
    Many people eat too much, while others starve Abantu abaninzi batya kakhulu, ekubeni abanye belamba