Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika whistle in isiXhosa

: whistle1whistle2

whistle1

-betha umlozi

Ubizo-magama /wiss-uhl/

isenziwhistled, whistling

  • 1

    -betha umlozi
    -betha ikhwelo
    When Jason whistled his dog ran to him Akubetha umlozi uJason inja yakhe yabaleka yaya kuye

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika whistle in isiXhosa

: whistle1whistle2

whistle2

impempe

Ubizo-magama /wiss-uhl/

isibizoPlural whistles

  • 1

    (a hollow object that you blow into)
    impempe
    The child is blowing a whistle Umntwana ubetha impempe
  • 2

    (noise made with the mouth)
    umlozi
    ikhwelo
    There were loud whistles from a group of boys Kwakukho imilozi ekhwazayo esuka kwiqela lamakhwenkwe